Efese 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke ngoko, oku ndiyakuthetha ndikungqine ndiseNkosini, ukuba ningabi saqhubeka nihamba njengokuhamba kweentlanga+ ngamampunge eengqondo zazo,+ 1 Petros 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+
17 Ke ngoko, oku ndiyakuthetha ndikungqine ndiseNkosini, ukuba ningabi saqhubeka nihamba njengokuhamba kweentlanga+ ngamampunge eengqondo zazo,+
3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+