IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 23:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngoko uPilato wathi kubabingeleli abaziintloko nezihlwele: “Andifumani lwaphulo-mthetho kulo mntu.”+

  • Yohane 18:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 UPilato wathi kuye: “Yintoni na inyaniso?”

      Yaye emva kokutsho oku, waphuma kwakhona waya kumaYuda waza wathi kuwo: “Andifumani siphoso kuye.+

  • 2 Korinte 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Lowo wayengasazi isono+ wamenza waba sisono+ ngenxa yethu, ukuze sibe bubulungisa+ bukaThixo ngaye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share