IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 1:67
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 67 UZekariya uyise wazaliswa ngumoya oyingcwele,+ waza waprofeta,+ esithi:

  • Luka 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwaye, khangela! kwakukho umntu eYerusalem ogama linguSimeyon, yaye lo mntu wayelilungisa kwaye esoyik’ uThixo, elindele intuthuzelo+ kaSirayeli, nomoya oyingcwele wawuphezu kwakhe.

  • IZenzo 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 yaye ngequbuliso kwabakho ingxolo evela ezulwini enjengaleyo kanye yempepho ebhudla ngamandla, yaza yayizalisa indlu iphela ababehleli kuyo.+

  • IZenzo 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 baza bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele,+ baqala ukuthetha ngeelwimi ezahlukileyo,+ kanye njengoko umoya wawubanika ukuba bathethe amazwi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share