Mateyu 26:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kodwa uPetros waphendula wathi kuye: “Nangona bonke abanye beya kukhubeka ngawe, andisayi kuze ndikhubeke!”+ Yohane 17:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndilazisile igama lakho+ kubo yaye ndiza kulazisa, ukuze uthando owandithanda ngalo lube kubo ndize nam ndimanyane nabo.”+
33 Kodwa uPetros waphendula wathi kuye: “Nangona bonke abanye beya kukhubeka ngawe, andisayi kuze ndikhubeke!”+
26 Ndilazisile igama lakho+ kubo yaye ndiza kulazisa, ukuze uthando owandithanda ngalo lube kubo ndize nam ndimanyane nabo.”+