Mateyu 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke uYesu wakhokelelwa entlango+ ngumoya ukuba ahendwe+ nguMtyholi. Mateyu 13:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 kwaye utshaba olwalutyalayo nguMtyholi.+ Ukuvuna+ kukupheliswa kwenkqubo yezinto,+ yaye abavuni ziingelosi. 1 Petros 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Hlalani nithe qwa, nilindile.+ Utshaba lwenu, uMtyholi, luhambahamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani engamqwengayo.+ ISityhilelo 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.
39 kwaye utshaba olwalutyalayo nguMtyholi.+ Ukuvuna+ kukupheliswa kwenkqubo yezinto,+ yaye abavuni ziingelosi.
8 Hlalani nithe qwa, nilindile.+ Utshaba lwenu, uMtyholi, luhambahamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani engamqwengayo.+
9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.