Yohane 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko wathi kuwo: “Nina nivela kummandla ongezantsi; mna ndivela kummandla ongaphezulu.+ Nina nivela kweli hlabathi;+ mna andiveli kweli hlabathi.+ Yohane 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ukuba beniyinxalenye yehlabathi, ihlabathi beliya kukuthanda oko kukokwalo.+ Ke ngenxa yokuba ningeyonxalenye yehlabathi,+ kodwa ndininyulile mna naphuma kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.+ Yakobi 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+
23 Ngoko wathi kuwo: “Nina nivela kummandla ongezantsi; mna ndivela kummandla ongaphezulu.+ Nina nivela kweli hlabathi;+ mna andiveli kweli hlabathi.+
19 Ukuba beniyinxalenye yehlabathi, ihlabathi beliya kukuthanda oko kukokwalo.+ Ke ngenxa yokuba ningeyonxalenye yehlabathi,+ kodwa ndininyulile mna naphuma kulo ihlabathi, ngenxa yoko linithiyile ihlabathi.+
4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+