Duteronomi 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+ Daniyeli 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ukumkani wathi makubizwe ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi nabakhafuli namaKhaledi ukuze bamxelele amaphupha akhe.+ Bangena ke bema phambi kokumkani. IZenzo 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku kweso sixeko kwakukho ndoda ithile igama linguSimon, leyo, phambi koku, yayiqhelisela ubugcisa bomlingo+ yaye ilutsho luthi manga uhlanga lwaseSamariya, isithi yona ngokwayo yayinguthile omkhulu.+
10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+
2 Ngoko ukumkani wathi makubizwe ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi nabakhafuli namaKhaledi ukuze bamxelele amaphupha akhe.+ Bangena ke bema phambi kokumkani.
9 Ke kaloku kweso sixeko kwakukho ndoda ithile igama linguSimon, leyo, phambi koku, yayiqhelisela ubugcisa bomlingo+ yaye ilutsho luthi manga uhlanga lwaseSamariya, isithi yona ngokwayo yayinguthile omkhulu.+