1 Korinte 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiya kuza kuni emva kokuba ndigqithile eMakedoni, kuba ndiza kugqitha eMakedoni;+ 1 Timoti 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Njengoko ndakukhuthazayo ekumkeni kwam ndisiya eMakedoni+ ukuba uhlale e-Efese, ndisakukhuthaza nangoku, ukuze uyalele+ abathile abalapho ukuba bayeke ukufundisa imfundiso eyahlukileyo,+
3 Njengoko ndakukhuthazayo ekumkeni kwam ndisiya eMakedoni+ ukuba uhlale e-Efese, ndisakukhuthaza nangoku, ukuze uyalele+ abathile abalapho ukuba bayeke ukufundisa imfundiso eyahlukileyo,+