IZenzo 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku zakugqitywa ezi zinto, uPawulos waba nenjongo kuwo umoya wakhe yokuba, emva kokutyhutyha elaseMakedoni+ nelaseAkhaya, wayeya kuhamba aye eYerusalem,+ esithi: “Emva kokuba ndifike apho ndimele ndibone kwaneRoma.”+ 2 Korinte 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ndize ekusukeni kwam kuni ndiye eMakedoni,+ ndiphinde xa ndivela eMakedoni+ ndibuyele kwakuni, nize nindikhaphe+ umganyana ukuya kwelakwaYuda.
21 Ke kaloku zakugqitywa ezi zinto, uPawulos waba nenjongo kuwo umoya wakhe yokuba, emva kokutyhutyha elaseMakedoni+ nelaseAkhaya, wayeya kuhamba aye eYerusalem,+ esithi: “Emva kokuba ndifike apho ndimele ndibone kwaneRoma.”+
16 ndize ekusukeni kwam kuni ndiye eMakedoni,+ ndiphinde xa ndivela eMakedoni+ ndibuyele kwakuni, nize nindikhaphe+ umganyana ukuya kwelakwaYuda.