IZenzo 23:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Noko ke, unyana wodade boPawulos weva ngokulalela kwabo,+ yaye weza waza wangena kwindawo yokuhlala amajoni, wakuxela oku kuPawulos. IZenzo 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 bezicelela njengesibabalo nxamnye naloo mntu ukuba amthumele eze eYerusalem, njengoko babemlalele+ ukuze bambulale endleleni. 2 Korinte 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ndaba seluhambeni ngokufuthi, ndaba sezingozini zemilambo, iingozi zezihange,+ iingozi kwisizwe sakowethu,+ iingozi ezintlangeni,+ iingozi esixekweni,+ iingozi entlango, iingozi elwandle, iingozi phakathi kwabazalwana bobuxoki,
16 Noko ke, unyana wodade boPawulos weva ngokulalela kwabo,+ yaye weza waza wangena kwindawo yokuhlala amajoni, wakuxela oku kuPawulos.
3 bezicelela njengesibabalo nxamnye naloo mntu ukuba amthumele eze eYerusalem, njengoko babemlalele+ ukuze bambulale endleleni.
26 ndaba seluhambeni ngokufuthi, ndaba sezingozini zemilambo, iingozi zezihange,+ iingozi kwisizwe sakowethu,+ iingozi ezintlangeni,+ iingozi esixekweni,+ iingozi entlango, iingozi elwandle, iingozi phakathi kwabazalwana bobuxoki,