IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 37:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ongendawo uhlala emlalele olilungisa+

      Yaye ufuna ukumbulala.+

  • IMizekeliso 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba iinyawo zabo zibalekela ngqo ebubini,+ yaye zingxamela ukuphalaza igazi.+

  • IZenzo 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke ekuhambeni kwethuba, amaYuda aceba ukumbulala.+

  • IZenzo 14:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke kaloku xa kwabakho ilinge logonyamelo kubo abantu beentlanga namaYuda nabalawuli bawo, ukuba babaphathe ngokusa baze babagibisele ngamatye,+

  • IZenzo 23:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Uze ungawavumeli akweyisele, kuba kuwo apho amadoda angaphezu kwamashumi amane amlalele,+ kwaye azibophe ngesiqalekiso sokungadli nokungaseli ade abe ambulele;+ yaye ngoku selelungile, alindele isithembiso sakho.”

  • 2 Korinte 11:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 ndaba seluhambeni ngokufuthi, ndaba sezingozini zemilambo, iingozi zezihange,+ iingozi kwisizwe sakowethu,+ iingozi ezintlangeni,+ iingozi esixekweni,+ iingozi entlango, iingozi elwandle, iingozi phakathi kwabazalwana bobuxoki,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share