IZenzo 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, iyelenqe lawo nxamnye naye laziwa nguSawule. Kodwa imini nobusuku ayemlinda emasangweni ukuze ambulale.+ IZenzo 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye xa wayechithe iinyanga ezintathu apho, ngenxa yokuba kwakuyilwa iyelenqe+ ngokunxamnye naye ngamaYuda njengoko wayesele eza kunduluka ngesikhephe esiya eSiriya, wagqiba kwelokuba abuye adlule eMakedoni.
24 Noko ke, iyelenqe lawo nxamnye naye laziwa nguSawule. Kodwa imini nobusuku ayemlinda emasangweni ukuze ambulale.+
3 Yaye xa wayechithe iinyanga ezintathu apho, ngenxa yokuba kwakuyilwa iyelenqe+ ngokunxamnye naye ngamaYuda njengoko wayesele eza kunduluka ngesikhephe esiya eSiriya, wagqiba kwelokuba abuye adlule eMakedoni.