IZenzo 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku zakugqitywa ezi zinto, uPawulos waba nenjongo kuwo umoya wakhe yokuba, emva kokutyhutyha elaseMakedoni+ nelaseAkhaya, wayeya kuhamba aye eYerusalem,+ esithi: “Emva kokuba ndifike apho ndimele ndibone kwaneRoma.”+
21 Ke kaloku zakugqitywa ezi zinto, uPawulos waba nenjongo kuwo umoya wakhe yokuba, emva kokutyhutyha elaseMakedoni+ nelaseAkhaya, wayeya kuhamba aye eYerusalem,+ esithi: “Emva kokuba ndifike apho ndimele ndibone kwaneRoma.”+