2 Korinte 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ndanibhalela ndikwimbandezelo enkulu nokubandezeleka kwentliziyo ndineenyembezi ezininzi,+ kungekhona ukuze nibe buhlungu,+ kodwa ukuze nilwazi uthando endinalo ngani. 1 Tesalonika 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Njengoko nisazi, besixelisa ubawo+ kubantwana bakhe, sibongoza+ ngamnye wenu, sinithuthuzela yaye sinikela ubungqina kuni,
4 Kuba ndanibhalela ndikwimbandezelo enkulu nokubandezeleka kwentliziyo ndineenyembezi ezininzi,+ kungekhona ukuze nibe buhlungu,+ kodwa ukuze nilwazi uthando endinalo ngani.
11 Njengoko nisazi, besixelisa ubawo+ kubantwana bakhe, sibongoza+ ngamnye wenu, sinithuthuzela yaye sinikela ubungqina kuni,