Duteronomi 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke bona abantu bakhe wayebanonophela;+Bonke abangcwele babo basesandleni sakho.+Bahlala ezinyaweni zakho;+Baqala ukwamkela amanye amazwi akho.+ Efese 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ekhanyiselwe+ amehlo entliziyo yenu,+ ukuze nikwazi oko likuko ithemba+ anibizele kulo, oko bukuko ubutyebi+ obuzukileyo anabo njengelifa labo bangcwele,+ Kolose 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 nimbulela uBawo onenze nakufanela ukuba nenxaxheba kwilifa+ labangcwele+ ekukhanyeni.+
3 Ke bona abantu bakhe wayebanonophela;+Bonke abangcwele babo basesandleni sakho.+Bahlala ezinyaweni zakho;+Baqala ukwamkela amanye amazwi akho.+
18 ekhanyiselwe+ amehlo entliziyo yenu,+ ukuze nikwazi oko likuko ithemba+ anibizele kulo, oko bukuko ubutyebi+ obuzukileyo anabo njengelifa labo bangcwele,+