IZenzo 21:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko sakuzigqiba iintsuku ezo, sanduluka semka; kodwa bonke, kunye nabafazi nabantwana, basikhapha ukuya kufikelela ngaphandle kwesixeko. Yaye saguqa+ phantsi elunxwemeni sathandaza
5 Ngoko sakuzigqiba iintsuku ezo, sanduluka semka; kodwa bonke, kunye nabafazi nabantwana, basikhapha ukuya kufikelela ngaphandle kwesixeko. Yaye saguqa+ phantsi elunxwemeni sathandaza