Ezra 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ngexesha lomnikelo wokudla okuziinkozo+ wangokuhlwa ndaphakama ekuthotyweni kwam, isambatho sam nesambatho sam esingenamikhono zikrazukile, ndaguqa ngamadolo+ ndolula izandla zam kuYehova uThixo wam.+ IZenzo 9:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+ IZenzo 20:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Waza akuba ezitshilo ezi zinto, waguqa+ phantsi kunye nabo bonke waza wathandaza.
5 Yaye ngexesha lomnikelo wokudla okuziinkozo+ wangokuhlwa ndaphakama ekuthotyweni kwam, isambatho sam nesambatho sam esingenamikhono zikrazukile, ndaguqa ngamadolo+ ndolula izandla zam kuYehova uThixo wam.+
40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+