IZenzo 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye xa wayechithe iinyanga ezintathu apho, ngenxa yokuba kwakuyilwa iyelenqe+ ngokunxamnye naye ngamaYuda njengoko wayesele eza kunduluka ngesikhephe esiya eSiriya, wagqiba kwelokuba abuye adlule eMakedoni.
3 Yaye xa wayechithe iinyanga ezintathu apho, ngenxa yokuba kwakuyilwa iyelenqe+ ngokunxamnye naye ngamaYuda njengoko wayesele eza kunduluka ngesikhephe esiya eSiriya, wagqiba kwelokuba abuye adlule eMakedoni.