IZenzo 27:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 esithi kubo: “Madoda, ndiyaqonda ukuba olu hambo ngamanzi luza kuba nomonakalo nelahleko enkulu kungekhona kumthwalo nakwisikhephe nje kuphela kodwa kwanakwimiphefumlo yethu.”+
10 esithi kubo: “Madoda, ndiyaqonda ukuba olu hambo ngamanzi luza kuba nomonakalo nelahleko enkulu kungekhona kumthwalo nakwisikhephe nje kuphela kodwa kwanakwimiphefumlo yethu.”+