21 Kwakuba kuzilwe ukutya ixesha elide, wandula ke uPawulos wema phakathi kwabo+ waza wathi: “Madoda, ngokuqinisekileyo benifanele ukuba nilithabathile icebiso lam yaye ngeningahambanga ngolwandle ukusuka eKrete nize nigaxeleke kulo monakalo nale lahleko.+