IZenzo 20:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ngaphandle kokuba kwizixeko ngezixeko umoya oyingcwele+ ngokuphindaphindiweyo unikela ubungqina kum njengoko usithi ndilindwe yimixokelelwane neembandezelo.+ IZenzo 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngoko umphathi-mkhosi wasondela waza wambamba, wanikela umyalelo wokuba abotshwe ngemixokelelwane emibini;+ yaye wabuza ukuba ungubani na nokuthi wenze ntoni na.
23 ngaphandle kokuba kwizixeko ngezixeko umoya oyingcwele+ ngokuphindaphindiweyo unikela ubungqina kum njengoko usithi ndilindwe yimixokelelwane neembandezelo.+
33 Ngoko umphathi-mkhosi wasondela waza wambamba, wanikela umyalelo wokuba abotshwe ngemixokelelwane emibini;+ yaye wabuza ukuba ungubani na nokuthi wenze ntoni na.