IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 20:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 ngaphandle kokuba kwizixeko ngezixeko umoya oyingcwele+ ngokuphindaphindiweyo unikela ubungqina kum njengoko usithi ndilindwe yimixokelelwane neembandezelo.+

  • IZenzo 21:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 yaye weza kuthi waza wathabatha umbhinqo kaPawulos, wabopha iinyawo nezandla zakhe, wathi: “Ngaloo ndlela umoya oyingcwele uthi, ‘Indoda ongowayo lo mbhinqo amaYuda aya kuyibopha+ ngolu hlobo eYerusalem aze ayinikele+ ezandleni zabantu beentlanga.’”

  • Efese 6:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 endithi ngenxa yazo ndisebenze njengonozakuzaku+ ndisemixokelelwaneni; ukuze ndithethe ngenkalipho ngazo njengoko ndifanele kukuthetha njalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share