IZenzo 24:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kanye ngelo thuba bandifumana ndihlambulukile ngokusesikweni etempileni,+ kungekho sihlwele okanye uqhushululu. Kodwa kwakukho amaYuda athile avela kwisithili saseAsiya, 1 Korinte 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye ngoko kumaYuda ndaba njengomYuda,+ ukuze ndiwazuze amaYuda; kwabo baphantsi komthetho ndaba njengophantsi komthetho,+ nakuba mna ngokwam ndingekho phantsi komthetho,+ ukuze ndibazuze abo baphantsi komthetho.
18 Kanye ngelo thuba bandifumana ndihlambulukile ngokusesikweni etempileni,+ kungekho sihlwele okanye uqhushululu. Kodwa kwakukho amaYuda athile avela kwisithili saseAsiya,
20 Yaye ngoko kumaYuda ndaba njengomYuda,+ ukuze ndiwazuze amaYuda; kwabo baphantsi komthetho ndaba njengophantsi komthetho,+ nakuba mna ngokwam ndingekho phantsi komthetho,+ ukuze ndibazuze abo baphantsi komthetho.