IZenzo 21:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Wandula ke uPawulos wathi: “Mna, enyanisweni, ndingumYuda,+ waseTarso+ eKilikiya, ummi wesixeko esaziwayo. Ngoko ndiyakubongoza, ndivumele ndithethe kubo abantu.” IZenzo 23:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko yayifunda yaza yabuza ukuba ngowaliphi na iphondo, yaye yafumanisa+ ukuba wayengowaseKilikiya.+
39 Wandula ke uPawulos wathi: “Mna, enyanisweni, ndingumYuda,+ waseTarso+ eKilikiya, ummi wesixeko esaziwayo. Ngoko ndiyakubongoza, ndivumele ndithethe kubo abantu.”
34 Ngoko yayifunda yaza yabuza ukuba ngowaliphi na iphondo, yaye yafumanisa+ ukuba wayengowaseKilikiya.+