IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yathi iNkosi kuye: “Phakama, uye kwisitrato esibizwa ngokuba seSithe Tye, ufune endlwini kaYudas umntu ogama linguSawule, waseTarso.+ Kuba, khangela! uyathandaza,

  • IZenzo 22:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “NdingumYuda,+ owazalelwa eTarso yaseKilikiya,+ kodwa ndafundiswa kwesi sixeko ezinyaweni zikaGamaliyeli,+ ndayalelwa ngokobungqongqo+ boMthetho wamanyange, ndinenzondelelo+ ngoThixo kanye njengoko nonke nina ninjalo ngalo mhla.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share