IZenzo 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku njengoko wayehamba wasondela eDamasko, xa ngequbuliso wabanekelwa kukukhanya okuvela ezulwini,+ IZenzo 26:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ndabona emini emaqanda endleleni, kumkani, ukukhanya okungaphaya kokuqaqamba kwelanga kuvela ezulwini kubengezela ngeenxa zonke kum nakwabo babehamba nam.+
3 Ke kaloku njengoko wayehamba wasondela eDamasko, xa ngequbuliso wabanekelwa kukukhanya okuvela ezulwini,+
13 ndabona emini emaqanda endleleni, kumkani, ukukhanya okungaphaya kokuqaqamba kwelanga kuvela ezulwini kubengezela ngeenxa zonke kum nakwabo babehamba nam.+