IZenzo 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku njengoko wayehamba wasondela eDamasko, xa ngequbuliso wabanekelwa kukukhanya okuvela ezulwini,+ IZenzo 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Kodwa njengoko ndandihamba yaye ndisondela eDamasko, malunga nasemini emaqanda, ngequbuliso ndabanekelwa macala onke kukukhanya okuphuma ezulwini,+
3 Ke kaloku njengoko wayehamba wasondela eDamasko, xa ngequbuliso wabanekelwa kukukhanya okuvela ezulwini,+
6 “Kodwa njengoko ndandihamba yaye ndisondela eDamasko, malunga nasemini emaqanda, ngequbuliso ndabanekelwa macala onke kukukhanya okuphuma ezulwini,+