Daniyeli 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Lo mbono ke wabonwa ndim ndedwa, mna Daniyeli; wona amadoda endandikunye nawo akazange awubone.+ Asuka afikelwa luloyiko olukhulu, aza abaleka aya kuzimela.
7 Lo mbono ke wabonwa ndim ndedwa, mna Daniyeli; wona amadoda endandikunye nawo akazange awubone.+ Asuka afikelwa luloyiko olukhulu, aza abaleka aya kuzimela.