IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ekufikeni eYerusalem+ wenza imigudu yokuzibandakanya nabafundi; kodwa bonke babemoyika, ngenxa yokuba babengakholelwa ukuba ungumfundi.

  • Galati 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ndandula ke kwiminyaka emithathu kamva ndenyuka ndaya eYerusalem+ ukuya kutyelela uKefas,+ ndaza ndahlala naye iintsuku ezilishumi elinesihlanu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share