IZenzo 21:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kodwa bambi esihlweleni bakhwaza bethetha le, abanye leya.+ Ngoko, engakuqondi ngokuqinisekileyo okwenzekileyo ngenxa yoqhushululu, wayalela ukuba asiwe kwindawo yokuhlala amajoni.+
34 Kodwa bambi esihlweleni bakhwaza bethetha le, abanye leya.+ Ngoko, engakuqondi ngokuqinisekileyo okwenzekileyo ngenxa yoqhushululu, wayalela ukuba asiwe kwindawo yokuhlala amajoni.+