IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 24:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kule nkalo, eneneni, ndiyaziqhelisa ngokuqhubekayo ukuba ndikuphaphele+ ukungamoni uThixo nabantu.

  • 2 Korinte 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Sineqhayiya, kwaye nesazela sethu siyasingqinela+ ukuba, siye saziphatha ngobungcwele nokunyaniseka kobuthixo phakathi kwabantu behlabathi, ngokukodwa ke phakathi kwenu, kungekhona ngobulumko benyama+ kodwa ngobubele obungasifanelanga bukaThixo.

  • 2 Timoti 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ndiyambulela uThixo, endinikela kuye inkonzo engcwele+ ngesazela esihlambulukileyo,+ kanye njengoko nookhokho+ benzayo, kuba ndingazange ndiyeke ukukukhumbula kwizikhungo zam,+ ubusuku nemini

  • Hebhere 13:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Qhubekani nisithandazela,+ kuba siyathemba ukuba sinesazela esinyanisekileyo, njengoko sinqwenela ukuziphatha ngokunyaniseka kwizinto zonke.+

  • 1 Petros 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yibani nesazela esilungileyo,+ khon’ ukuze kuloo nto kuthethwa ngokunxamnye nani babe neentloni+ abo bathetha ngendelelo ngehambo yenu elungileyo kuKristu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share