IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Aza loo madoda omeleleyo athi: “Asiyi kuze sifumane nto sinokumbek’ ibala ngayo konke konke lo Daniyeli, ngaphandle kokuba simmangalele ngomthetho kaThixo wakhe.”+

  • IZenzo 23:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ekhangele ngenyameko kwiSanhedrin uPawulos wathi: “Madoda, bazalwana, ndiziphathe ngesazela+ esihlambuluke ngokugqibeleleyo phambi koThixo kwada kwasa kule mini.”

  • 1 Korinte 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba andazi nantoni na+ enxamnye nam. Kanti ngako oku andingqineki ndililungisa, kodwa lowo undincinayo nguYehova.+

  • Hebhere 13:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Qhubekani nisithandazela,+ kuba siyathemba ukuba sinesazela esinyanisekileyo, njengoko sinqwenela ukuziphatha ngokunyaniseka kwizinto zonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share