IZenzo 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphezu koko, ngobusuku iNkosi yathi kuPawulos+ ngombono: “Musa ukuba noloyiko, kodwa qhubeka uthetha uze ungathi cwaka, IZenzo 27:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 isithi, ‘Musa ukoyika, Pawulos. Umelwe kukuma phambi koKesare,+ yaye, khangela! uThixo ukunike ngesisa bonke abo bahamba nawe ngamanzi.’
9 Ngaphezu koko, ngobusuku iNkosi yathi kuPawulos+ ngombono: “Musa ukuba noloyiko, kodwa qhubeka uthetha uze ungathi cwaka,
24 isithi, ‘Musa ukoyika, Pawulos. Umelwe kukuma phambi koKesare,+ yaye, khangela! uThixo ukunike ngesisa bonke abo bahamba nawe ngamanzi.’