Luka 22:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko ingelosi evela ezulwini yabonakala kuye yaza yamomeleza.+ IZenzo 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngobusuku obulandelayo iNkosi yema ngakuye+ yaza yathi: “Yomelela kakhulu!+ Kuba njengoko ubunikela ubungqina obucokisekileyo+ ngezinto ezingam eYerusalem, ngoko ukwamele unikele ubungqina naseRoma.”+
11 Kodwa ngobusuku obulandelayo iNkosi yema ngakuye+ yaza yathi: “Yomelela kakhulu!+ Kuba njengoko ubunikela ubungqina obucokisekileyo+ ngezinto ezingam eYerusalem, ngoko ukwamele unikele ubungqina naseRoma.”+