IZenzo 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke ngoko, nina neSanhedrin yenzani kucace kumphathi-mkhosi ukuba ufanele amhlisele kuni, nenze ngathi nisazimisele ukumncina ngakumbi ngemibandela embandakanyayo.+ Kodwa ngaphambi kokuba asondele siya kube sesilungele ukumbulala.”+
15 Ke ngoko, nina neSanhedrin yenzani kucace kumphathi-mkhosi ukuba ufanele amhlisele kuni, nenze ngathi nisazimisele ukumncina ngakumbi ngemibandela embandakanyayo.+ Kodwa ngaphambi kokuba asondele siya kube sesilungele ukumbulala.”+