IZenzo 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngoko umphathi-mkhosi wasondela waza wambamba, wanikela umyalelo wokuba abotshwe ngemixokelelwane emibini;+ yaye wabuza ukuba ungubani na nokuthi wenze ntoni na.
33 Ngoko umphathi-mkhosi wasondela waza wambamba, wanikela umyalelo wokuba abotshwe ngemixokelelwane emibini;+ yaye wabuza ukuba ungubani na nokuthi wenze ntoni na.