IZenzo 23:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Noko ke, unyana wodade boPawulos weva ngokulalela kwabo,+ yaye weza waza wangena kwindawo yokuhlala amajoni, wakuxela oku kuPawulos. IZenzo 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 bezicelela njengesibabalo nxamnye naloo mntu ukuba amthumele eze eYerusalem, njengoko babemlalele+ ukuze bambulale endleleni.
16 Noko ke, unyana wodade boPawulos weva ngokulalela kwabo,+ yaye weza waza wangena kwindawo yokuhlala amajoni, wakuxela oku kuPawulos.
3 bezicelela njengesibabalo nxamnye naloo mntu ukuba amthumele eze eYerusalem, njengoko babemlalele+ ukuze bambulale endleleni.