IZenzo 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku xa uPawulos waphawula ukuba enye inxalenye yayiyeyabaSadusi+ kodwa enye iyeyabaFarisi, wadanduluka kwiSanhedrin esithi: “Madoda, bazalwana, ndingumFarisi,+ unyana womFarisi. Ngenxa yethemba lovuko+ lwabafileyo ndiyagwetywa.”+ IZenzo 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngokwenene ngenxa yoku ndibongoze ukuba ndinibone ndize ndithethe kuni, kuba ngenxa yethemba+ likaSirayeli ndibotshwe ngalo mxokelelwane.”+
6 Ke kaloku xa uPawulos waphawula ukuba enye inxalenye yayiyeyabaSadusi+ kodwa enye iyeyabaFarisi, wadanduluka kwiSanhedrin esithi: “Madoda, bazalwana, ndingumFarisi,+ unyana womFarisi. Ngenxa yethemba lovuko+ lwabafileyo ndiyagwetywa.”+
20 Ngokwenene ngenxa yoku ndibongoze ukuba ndinibone ndize ndithethe kuni, kuba ngenxa yethemba+ likaSirayeli ndibotshwe ngalo mxokelelwane.”+