IZenzo 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa ukuba ziimbambano ezingentetho namagama+ nomthetho+ phakathi kwenu, nimele nizibonele ngokwenu. Andinqweneli ukuba ngumgwebi wezi zinto.” IZenzo 23:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ndafumanisa ukuba imangalelwa ngemibandela yoMthetho wawo,+ kodwa ingamangalelwa nangenye into efanela ukufa okanye imixokelelwane.+
15 Kodwa ukuba ziimbambano ezingentetho namagama+ nomthetho+ phakathi kwenu, nimele nizibonele ngokwenu. Andinqweneli ukuba ngumgwebi wezi zinto.”
29 Ndafumanisa ukuba imangalelwa ngemibandela yoMthetho wawo,+ kodwa ingamangalelwa nangenye into efanela ukufa okanye imixokelelwane.+