IZenzo 23:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ndafumanisa ukuba imangalelwa ngemibandela yoMthetho wawo,+ kodwa ingamangalelwa nangenye into efanela ukufa okanye imixokelelwane.+ IZenzo 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Basuka nje baphikisana nayo ngokuphathelele unqulo+ lwabo lwesithixo nangokuphathelele uYesu othile owayefile kodwa lowo uPawulos ami ngelithi uyaphila.+
29 Ndafumanisa ukuba imangalelwa ngemibandela yoMthetho wawo,+ kodwa ingamangalelwa nangenye into efanela ukufa okanye imixokelelwane.+
19 Basuka nje baphikisana nayo ngokuphathelele unqulo+ lwabo lwesithixo nangokuphathelele uYesu othile owayefile kodwa lowo uPawulos ami ngelithi uyaphila.+