IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 4:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 ngoxa usolula isandla sakho ukuba kuphiliswe nangoxa imiqondiso nemihlola+ isenzeka ngegama+ lomkhonzi wakho ongcwele+ uYesu.”

  • IZenzo 6:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ke kaloku uStefano, ezele lubabalo namandla, wayesenza imihlola nemiqondiso+ emikhulu phakathi kwabantu.

  • IZenzo 7:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Yena wabakhokelela ngaphandle+ emva kokwenza imihlola nemiqondiso eYiputa+ nakuLwandle Olubomvu+ nasentlango kangangeminyaka engamashumi amane.+

  • IZenzo 14:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Bachitha ixesha elide bethetha ngenkalipho ngegunya likaYehova, owanikela ubungqina kwilizwi lobubele bakhe obungasifanelanga ngokunikela imiqondiso nemihlola ukuba yenzeke ngezandla zabo.+

  • IZenzo 15:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngako oko inkitha iphela yathi cwaka, yaphulaphula kuBharnabhas noPawulos bebalisa imiqondiso nemihlola emininzi uThixo awayeyenza ngabo phakathi kweentlanga.+

  • Roma 15:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 ngamandla emiqondiso nemihlola,+ ngamandla omoya oyingcwele; ndaza ndasusela eYerusalem ndajikeleza+ ndaya kufikelela eIliriko ndizishumayela ngokucokisekileyo iindaba ezilungileyo ezingoKristu.+

  • 2 Korinte 12:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Eneneni, imiqondiso yokuba ngumpostile+ yaveliswa phakathi kwenu ngonyamezelo lonke,+ nangemiqondiso nemihlola nemisebenzi yamandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share