Eksodus 16:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+ Numeri 14:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye oonyana benu baya kuba ngabalusi entlango+ iminyaka engamashumi amane, baphendule ngesenzo senu sohenyuzo,+ zide ziphele izidumbu zenu entlango.+
35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+
33 Yaye oonyana benu baya kuba ngabalusi entlango+ iminyaka engamashumi amane, baphendule ngesenzo senu sohenyuzo,+ zide ziphele izidumbu zenu entlango.+