IMizekeliso 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kukho inkohlakalo yomsindo, kukwakho nomkhukula womsindo,+ kodwa ngubani na onokuma phambi kwekhwele?+ Mateyu 27:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba wayeqonda ukuba babemnikele+ ngenxa yomona.+
4 Kukho inkohlakalo yomsindo, kukwakho nomkhukula womsindo,+ kodwa ngubani na onokuma phambi kwekhwele?+