Yohane 15:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Akufika umncedi endiya kunithumelela yena evela kuBawo,+ umoya wenyaniso, ophuma kuBawo, yena uya kunikela ubungqina ngam;+
26 Akufika umncedi endiya kunithumelela yena evela kuBawo,+ umoya wenyaniso, ophuma kuBawo, yena uya kunikela ubungqina ngam;+