Yeremiya 26:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ababingeleli nabaprofeti bathi kwiinkosana nakubo bonke abantu: “Le ndoda ifanelwe sisigwebo sokufa,+ ngenxa yokuba iprofete ngokuphathelele esi sixeko kanye njengoko nivile ngeendlebe zenu.”+ IZenzo 21:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 edanduluka esithi: “Madoda akwaSirayeli, ncedani! Nanku lo mntu ufundisa wonk’ ubani kuyo yonk’ indawo nxamnye nabantu+ noMthetho nale ndawo yaye, ngokungakumbi, ude wazisa namaGrike etempileni ibe uyenze inqambi le ndawo ingcwele.”+
11 Yaye ababingeleli nabaprofeti bathi kwiinkosana nakubo bonke abantu: “Le ndoda ifanelwe sisigwebo sokufa,+ ngenxa yokuba iprofete ngokuphathelele esi sixeko kanye njengoko nivile ngeendlebe zenu.”+
28 edanduluka esithi: “Madoda akwaSirayeli, ncedani! Nanku lo mntu ufundisa wonk’ ubani kuyo yonk’ indawo nxamnye nabantu+ noMthetho nale ndawo yaye, ngokungakumbi, ude wazisa namaGrike etempileni ibe uyenze inqambi le ndawo ingcwele.”+