2 Kumkani 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baqhubeka beyishiya yonke imiyalelo+ kaYehova uThixo wabo baza bazenzela imifanekiso etyhidiweyo,+ amathole enkomo amabini,+ benza nesibonda esingcwele,+ yaye baqalisa ukuqubuda kuwo wonke umkhosi wamazulu+ nokukhonza uBhahali;+ Yeremiya 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Oonyana baso bathabatha iinkuni, yaye ooyise babasa umlilo, nabafazi baxova intlama yomgubo ukuze benze amaqebengwana ombingelelo ‘kukumkanikazi wamazulu’;+ kwaye bathulula umnikelo othululwayo+ kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.+
16 Baqhubeka beyishiya yonke imiyalelo+ kaYehova uThixo wabo baza bazenzela imifanekiso etyhidiweyo,+ amathole enkomo amabini,+ benza nesibonda esingcwele,+ yaye baqalisa ukuqubuda kuwo wonke umkhosi wamazulu+ nokukhonza uBhahali;+
18 Oonyana baso bathabatha iinkuni, yaye ooyise babasa umlilo, nabafazi baxova intlama yomgubo ukuze benze amaqebengwana ombingelelo ‘kukumkanikazi wamazulu’;+ kwaye bathulula umnikelo othululwayo+ kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.+