1 Kumkani 16:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye, ngokungathi yeyona nto ingenamsebenzi+ kuye ukuhamba ezonweni zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, wathabatha uIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon+ wamenza umfazi+ wakhe waza waqalisa ukuya kukhonza uBhahali+ nokuqubuda kuye. 1 Kumkani 22:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Kwaye waqhubeka ekhonza uBhahali+ equbuda kuye yaye waqhubeka emcaphukisa+ uYehova uTHIXO kaSirayeli ngokuvumelana nako konke oko kwakwenziwe nguyise. 2 Kumkani 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Emva koko uYehu wathumela kuye wonke uSirayeli,+ kangangokuba beza bonke abanquli bakaBhahali. Yaye akusalanga namnye ungezanga. Yaye baqhubeka besiza endlwini kaBhahali,+ yazala indlu kaBhahali ukusuka kwelinye icala ukusa kwelinye.
31 Yaye, ngokungathi yeyona nto ingenamsebenzi+ kuye ukuhamba ezonweni zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, wathabatha uIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon+ wamenza umfazi+ wakhe waza waqalisa ukuya kukhonza uBhahali+ nokuqubuda kuye.
53 Kwaye waqhubeka ekhonza uBhahali+ equbuda kuye yaye waqhubeka emcaphukisa+ uYehova uTHIXO kaSirayeli ngokuvumelana nako konke oko kwakwenziwe nguyise.
21 Emva koko uYehu wathumela kuye wonke uSirayeli,+ kangangokuba beza bonke abanquli bakaBhahali. Yaye akusalanga namnye ungezanga. Yaye baqhubeka besiza endlwini kaBhahali,+ yazala indlu kaBhahali ukusuka kwelinye icala ukusa kwelinye.