37 “Yerusalem, Yerusalem, mbulali wabaprofeti+ nomxulubi+ wabo bathunyelwa kuyo,+—kufuthi kangakanani na ndifuna ukuhlanganisela ndawonye abantwana bakho, ngendlela esithi isikhukukazi sihlanganisele ngayo ndawonye amantshontsho aso phantsi kwamaphiko aso!+ Kodwa anavuma.+