Mateyu 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+ IZenzo 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa uKrispo+ igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu waba likholwa eNkosini, ngokunjalo nabo bonke abendlu yakhe. Kwaye abaninzi eKorinte abevayo bakholwa baza babhaptizwa.
19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+
8 Kodwa uKrispo+ igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu waba likholwa eNkosini, ngokunjalo nabo bonke abendlu yakhe. Kwaye abaninzi eKorinte abevayo bakholwa baza babhaptizwa.