Roma 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe, Galati 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa, ngokwahlukileyo koko, bathi bakubona ukuba ndiphathiswe+ iindaba ezilungileyo kwabo bangalukanga,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoPetros kwabo balukileyo+— 1 Timoti 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwakungenjongo yokuba ndinikele obo bungqina,+ le nto ndamiselwa njengomshumayeli nompostile+ ofundisa iintlanga+ ngokholo+ nenyaniso—ndinyanisile+ xa nditshoyo, andixoki.
5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe,
7 Kodwa, ngokwahlukileyo koko, bathi bakubona ukuba ndiphathiswe+ iindaba ezilungileyo kwabo bangalukanga,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoPetros kwabo balukileyo+—
7 Kwakungenjongo yokuba ndinikele obo bungqina,+ le nto ndamiselwa njengomshumayeli nompostile+ ofundisa iintlanga+ ngokholo+ nenyaniso—ndinyanisile+ xa nditshoyo, andixoki.